Scira - Mr Nation - Kudala Ndikulindile [tekst, tłumaczenie i interpretacja piosenki]

Wykonawca: Scira - Mr Nation
Gatunek: Rap

Twórz Groove z nami!
Wyślij okładkę tej piosenki!
Wysyłany plik musi być typu: png lub jpg. Żaden plik nie został wysłany. Dziękujemy za wysłanie okładki.

Tekst piosenki

Title : Kudala Ndikulindile. (Prod. By Phungela)

Name Of The Artist : Scira - Mr Nation

Mixtape : Circle Of Life

[Intro]

Mr Nation, Circle Of Life

[Verse 1]

Kudala Ndikulindile Iminyaka Ide Yalishumi
Kudala Ndityalile Nalembewu Aysahlumi
Qho Xa Ndikucinga Ndyathandaza Ungazilumi
Kudala Ndiqweba Isbindi, Neligila Alisandithumi

Sendide Ndatyhafa Ngalengoma Ndiyancama
Ndizivile Nengcebiso Ezindithumela Kwi Vamna
Bath'uThando Alubon', Mhlawumbi Nawe Uyimfama
Ndiphelelwe Ngamacebo Mandisuke Ndiyeke Ukuzama

Amaxesha Amaninzi Xa Ndikbona Ndiyonwaba
Unobuhle Bengilosi, Nalontliziyo Kum Yinqaba
Xa Undinqabele Ndiye Ndinqwenele Unyuk'intaba
Ukuthanda Umntu Ongak'thandiyo, Kukuzrghumbela Ingwaba

Mhlawumbi Ndiyaziqhatha, Ndizibambisa Iliwa
Awulosela Lentliziyo Kuba Le Yam Ayikabiwa
Kudala Ndimemeza Kodwa Nguwe Andikaviwa
Bendinqwena Uphila Nawe Kodwa Ngoku Kuyafiwa

[Chorus] Phungela

Kudala NdikLindile
Kudala NdikLindile
Ndidlale Ngexesha Lam
Ndidlale Ngexesha Lam. X2

Ndiyahamba Mna
Ndiyahamba Mna
Ndiyahamba Mna Oh Oooh. X2

[Verse 2]

Kudala Ndihleli Ethembeni, Esostulo Syadanisa
Andisokuze Ndikfumane, Mand'yekuku Zinqwenisa
Andoyiki Uthetha Nawe, Ndoyik'ukuziphoxisa
Ngoku Ndiyanikezela
Ndidikwe Kuzlibazisa

Intliziyo Inehlwili, Eli Lelozixolisa
Ngoku Ndishiyiwe, Kaloku Nam Ndazicothisa
Ngoku Ndivutha Ngumsindo, Ingathi Bendiz'ntlontisa
Kudala Ndizama Kodwa Kunzima Ukukholisa

[Chorus] Phungela

Kudala Ndik'Lindile
Kudala NdikLindile

Ndidlala Ngexesha Lam
Ndidlala Ngexesha Lam X2

[Verse 3]

Ndisoloko Ndixina Ingqondo Ngenjongo Zoklibala
Kudala Ndithetha Nalamazwi Ayek' Udala
Ndiphela Ndizisola Kuba Ndalala Ndasala
Ngalengoma Ndiyazikhulula Kwaye Ndiphelisa Ixhala

Ngenxa Yolinda Wena, Izinto Ezininzi Zind'phosile
Ngobugwala Bam, Ndyazazi Ndiztyhafisile
Andikubeki Tyala Ndim Lo Ndizdanisile
Bendicinga Uyandithanda Kucacile Ndizqhathile

Ngoku Ndilahla Ibhayi, Lentliziyo Mayixole
Baninzi Abakufunayo Nam Ndiqonde Mandifole
Kudala Ndiwela Kuwe Kodwa Awude Undichole
Ingaba Uyandithanda, Mandikhe Ndikuhlole

Andizophinda Ndikuhluphe Enkosi Ngonyamezela
Bendikufuna Shushu, Wena Wasuka Wand'pholela
Bendiguliswa Luthando Ngoku Indzondo NdiyayKhohlela
Ngobugwala Bam Nam Ndiyazazi Ndazxolela

[Chorus]

Kudala Ndik'lindile
Kudala Ndik'lindile

Ndidlala Ngexesha Lam
Ndidlala Ngexesha Lam

Ndiyahamba Mna
Ndiyahamba Mna Ohhh Oh Hoe Hoe Hoe X2

Tłumaczenie piosenki

Nikt nie dodał jeszcze tłumaczenia do tej piosenki. Bądź pierwszy!
Jeśli znasz język na tyle, aby móc swobodnie przetłumaczyć ten tekst, zrób to i dołóż swoją cegiełkę do opisu tej piosenki. Po sprawdzeniu tłumaczenia przez naszych redaktorów, dodamy je jako oficjalne tłumaczenie utworu!

+ Dodaj tłumaczenie

Wyślij Niestety coś poszło nie tak, spróbuj później. Treść tłumaczenia musi być wypełniona.
Dziękujemy za wysłanie tłumaczenia.
Nasi najlepsi redaktorzy przejrzą jego treść, gdy tylko będzie to możliwe. Status swojego tłumaczenia możesz obserwować na stronie swojego profilu.

Interpretacja piosenki

Dziękujemy za wysłanie interpretacji
Nasi najlepsi redaktorzy przejrzą jej treść, gdy tylko będzie to możliwe.
Status swojej interpretacji możesz obserwować na stronie swojego profilu.
Dodaj interpretację
Jeśli wiesz o czym śpiewa wykonawca, potrafisz czytać "między wierszami" i znasz historię tego utworu, możesz dodać interpretację tekstu. Po sprawdzeniu przez naszych redaktorów, dodamy ją jako oficjalną interpretację utworu!

Wyślij Niestety coś poszło nie tak, spróbuj później. Treść interpretacji musi być wypełniona.

Lub dodaj całkowicie nową interpretację - dodaj interpretację
Wyślij Niestety coś poszło nie tak, spróbuj później. Treść poprawki musi być wypełniona. Dziękujemy za wysłanie poprawki.
Najpopularniejsze od Scira - Mr Nation
You Can Rise
245
{{ like_int }}
You Can Rise
Scira - Mr Nation
Kudala Ndikulindile
244
{{ like_int }}
Kudala Ndikulindile
Scira - Mr Nation
Million Questions
243
{{ like_int }}
Million Questions
Scira - Mr Nation
Circle Of Life (Intro)
242
{{ like_int }}
Circle Of Life (Intro)
Scira - Mr Nation
Beyond Critics (Feat. Yung Seazure)
234
{{ like_int }}
Beyond Critics (Feat. Yung Seazure)
Scira - Mr Nation
Komentarze
Polecane przez Groove
Fortnight
3,4k
{{ like_int }}
Fortnight
Taylor Swift
Śrubka
682
{{ like_int }}
Śrubka
Sanah
Come back to me
332
{{ like_int }}
Come back to me
RM (알엠)
Chyba że z Tobą
2,3k
{{ like_int }}
Chyba że z Tobą
MODELKI
HILL BOMB
902
{{ like_int }}
HILL BOMB
Guzior
Popularne teksty
Siedem
52,1k
{{ like_int }}
Siedem
Team X
34+35
43k
{{ like_int }}
Love Not War (The Tampa Beat)
25,7k
{{ like_int }}
Love Not War (The Tampa Beat)
Jason Derulo
SEKSOHOLIK
165,2k
{{ like_int }}
SEKSOHOLIK
Żabson
Snowman
75k
{{ like_int }}
Snowman
Sia